2 Usamuweli 21:19 XHO75

19 Kwabuya kwabakho ukulwa namaFilisti eGobhi, apho uElihanan, unyana kaYahare-oregim waseBhetelehem, wamxabelayo uLami, umzalwana kaGoliyati waseGati, oluthi lwentshuntshe yakhe lwalúngangomthi wabaluki.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 21

imbono 2 Usamuweli 21:19 kwimeko