2 Usamuweli 21:20 XHO75

20 Kwabuya kwabakho ukulwa eGati. Kwakho ndoda iyingxilimbela, ibineminwe emithandathu sandleni sinye, namazwane amathandathu lunyaweni lunye, amashumi amabini anamané ngenani; nayo ibizalwa nguRafa.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 21

imbono 2 Usamuweli 21:20 kwimeko