2 Usamuweli 21:7 XHO75

7 Ke ukumkani wamsindisa uMefibhoshete, unyana kaYonatan, unyana kaSawule, ngenxa yesifungo sikaYehova esibe siphakathi kwabo, phakathi koDavide noYonatan unyana kaSawule.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 21

imbono 2 Usamuweli 21:7 kwimeko