2 Usamuweli 21:8 XHO75

8 Ukumkani wathabatha oonyana ababini bakaRitspa intombi ka-Aya, awayizalela uSawule, uArmoni noMefibhoshete; noonyana abahlanu bakaMeribha intombi kaSawule, awabazalela uAdriyeli unyana kaBharzilayi waseMehola.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 21

imbono 2 Usamuweli 21:8 kwimeko