2 Usamuweli 23:20 XHO75

20 Ke uBhenaya unyana kaYehoyada, unyana wendoda enobukroti, ozenzo zininzi, waseKabhetseli, yena wabulala iingwanyalala ezimbini zakwaMowabhi; yena wehla, wabulala ingonyama equleni phakathi, mini ngekhephu.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 23

imbono 2 Usamuweli 23:20 kwimeko