2 Usamuweli 24:1 XHO75

1 Ke kaloku wabuya wavutha umsindo kaYehova kumaSirayeli, wamxhokonxela uDavide kuwo, esithi, Yiya, uwabale amaSirayeli namaYuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 24

imbono 2 Usamuweli 24:1 kwimeko