2 Usamuweli 24:2 XHO75

2 Wathi ke ukumkani kuYowabhi, umthetheli-mpi obenaye, Khawutyhutyhe ezizweni zonke zakwaSirayeli, uthabathela kwaDan use eBher-shebha, nibabale abantu, ndilazi inani labantu.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 24

imbono 2 Usamuweli 24:2 kwimeko