2 Usamuweli 24:3 XHO75

3 Wathi uYowabhi kukumkani, Makongeze ke uYehova uThixo wakho ebantwini izihlandlo ezilikhulu, bengangoko bangako, abone namehlo enkosi yam ukumkani; ke yini na ukuba inkosi yam ukumkani iyifune le nto?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 24

imbono 2 Usamuweli 24:3 kwimeko