2 Usamuweli 5:13 XHO75

13 UDavide wabuya wazeka abafazi namashweshwe eYerusalem, emveni kokusuka kwakhe eHebron; wabuya wazalelwa oonyana neentombi uDavide.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 5

imbono 2 Usamuweli 5:13 kwimeko