2 Usamuweli 5:2 XHO75

2 Kwangaphambili, oko uSawule ebengukumkani kuthi, ibinguwe obesakuphuma ungena namaSirayeli. UYehova wathi kuwe, Wena uya kubalúsa abantu bam amaSirayeli, wena uya kuba yingánga yamaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 5

imbono 2 Usamuweli 5:2 kwimeko