2 Usamuweli 5:3 XHO75

3 Aya ke onke amadoda amakhulu akwaSirayeli kukumkani eHebron. Wenza umnqophiso nawo ukumkani uDavide eHebron phambi koYehova; amthambisa uDavide ukuba abe ngukumkani wamaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 5

imbono 2 Usamuweli 5:3 kwimeko