25 Wenjenjalo uDavide, njengoko uYehova abemwisele umthetho ngako; wawaxabela amaFilisti, wathabathela eGebha wada waya eGezere.
funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 5
imbono 2 Usamuweli 5:25 kwimeko