2 Usamuweli 6:19 XHO75

19 yonke ingxokolo yamaSirayeli, kwathabathela kwindoda kwesa nakumfazi; elowo wamnika umqhathane wesonka, nomlinganiso wewayini, nesicumba seerasintyisi. Baya ke bonke abantu elowo endlwini yakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 6

imbono 2 Usamuweli 6:19 kwimeko