2 Usamuweli 6:20 XHO75

20 Wabuya uDavide, eza kusikelela indlu yakhe. Waphuma uMikali intombi kaSawule, eya kukhawulela uDavide, wathi, Hayi, ukuzizukisa kokumkani wamaSirayeli namhla, ozihlubileyo namhla phambi kwabakhonzazana babakhonzi bakhe, njengoko azihlubayo umntu ongenabuntu.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 6

imbono 2 Usamuweli 6:20 kwimeko