2 Usamuweli 8:16 XHO75

16 Ke uYowabhi, unyana kaTseruya, wayephethe umkhosi; noYehoshafati, unyana ka-Ahiludi, wayengumkhumbuzi wezinto zakomkhulu.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 8

imbono 2 Usamuweli 8:16 kwimeko