2 Usamuweli 8:17 XHO75

17 UTsadoki unyana ka-Ahitubhi, noAhimeleki unyana ka-Abhiyatare, baye bengababingeleli; uSeraya waye engumbhali;

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 8

imbono 2 Usamuweli 8:17 kwimeko