Inumeri 11:11 XHO75

11 Wathi uMoses kuYehova, Yini na ukuba umphathe kakubi umkhonzi wakho lo? Yini na ukuba ndingàbabalwa nguwe, usuke uwubeke umthwalo waba bantu bonke phezu kwam?

funda isahluko epheleleyo Inumeri 11

imbono Inumeri 11:11 kwimeko