Inumeri 14:11 XHO75

11 Wathi uYehova kuMoses, Kuya kuda kube nini na bendigiba aba bantu? Kuya kuda kube nini na bengakholwa kum, kwimiqondiso yonke endiyenzileyo phakathi kwabo?

funda isahluko epheleleyo Inumeri 14

imbono Inumeri 14:11 kwimeko