Inumeri 16:3 XHO75

3 Babizelana ndawonye ngoMoses nangoAron, bathi kubo, Nisenanele nina, ngokuba lingcwele lonke ibandla, bonke bephela; uYehova uphakathi kwabo. Yini na ukuba niziphakamise phezu kwesikhungu sikaYehova?

funda isahluko epheleleyo Inumeri 16

imbono Inumeri 16:3 kwimeko