Inumeri 16:30 XHO75

30 Ke ukuba uYehova uthe wenza isimanga, umhlaba wakhamisa umlomo wawo, wabaginya, nento yonke abanayo, behla besaphilile baya kwelabafileyo, noqonda ngoko ukuba la madoda amgibile uYehova.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 16

imbono Inumeri 16:30 kwimeko