Inumeri 17:6 XHO75

6 Wathetha ke uMoses koonyana bakaSirayeli; zonke iinkulu zabo zamnika iintonga nganye, intonga yanye kwinkulu, ngokwezindlu zooyise, zalishumi elinambini iintonga. Intonga ka-Aron yabe iphakathi kweentonga zazo.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 17

imbono Inumeri 17:6 kwimeko