Inumeri 18:15 XHO75

15 Zonke izinto ezivula isizalo kwinyama yonke, abaya kuzisondeza kuYehova, ebantwini nasezinkomeni, zoba zezakho. Kodwa wona amazibulo abantu wòwakhulula ngokuwamisela; amazibulo ezinto ezizitho ziné eziziinqambi wòwakhulula ngokuwamisela.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 18

imbono Inumeri 18:15 kwimeko