Inumeri 18:20 XHO75

20 Wathi uYehova kuAron, Ezweni labo akuyi kuba nalifa, akuyi kuba nasabelo phakathi kwabo; ndisisabelo sakho nelifa lakho phakathi koonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 18

imbono Inumeri 18:20 kwimeko