Inumeri 2:31 XHO75

31 Bonke ke ababalelwa eminqubeni yakwaDan likhulu lamawaka, anamanci omahlanu anesixhenxe samawaka, anamakhulu mathandathu. Bonduluka bengabokugqibela, ngokweebhanile zabo.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 2

imbono Inumeri 2:31 kwimeko