Inumeri 20:1 XHO75

1 Bafika oonyana bakaSirayeli, lonke ibandla, entlango yaseTsin ngenyanga yokuqala; bahlala abantu eKadeshe. Wafela khona uMiriyam, wangcwatyelwa khona.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 20

imbono Inumeri 20:1 kwimeko