12 Wathi uYehova kuMoses nakuAron, Ngokokuba ningakholwanga kum, ukuba nindingcwalise emehlweni oonyana bakaSirayeli, ngoko aniyi kusingenisa esi sikhungu ezweni endibanika lona.
funda isahluko epheleleyo Inumeri 20
imbono Inumeri 20:12 kwimeko