Inumeri 20:6 XHO75

6 Besuka ooMoses noAron ebusweni besikhungu, baya emnyango wentente yokuhlangana, bawa ngobuso. Babonakala ubuqaqawuli bukaYehova kubo.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 20

imbono Inumeri 20:6 kwimeko