13 Banduluka khona, baya bamisa phesheya kweArnon, esentlango, ephuma emdeni wama-Amori; kuba iArnon ngumda wakwaMowabhi, ophakathi kwamaMowabhi nama-Amori.
funda isahluko epheleleyo Inumeri 21
imbono Inumeri 21:13 kwimeko