Inumeri 21:26 XHO75

26 Kuba iHeshbhon ngumzi wakwaSihon, ukumkani wama-Amori, owalwa nokumkani wakwaMowabhi wangaphambili, walihlutha lonke ilizwe lakhe kuye, kwesa eArnon.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 21

imbono Inumeri 21:26 kwimeko