Inumeri 21:33 XHO75

33 Bajika, benyuka ngendlela yaseBhashan.Waphuma uOgi, ukumkani waseBhashan, waya kubahlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, ukuba kuliwe e-Edreyi.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 21

imbono Inumeri 21:33 kwimeko