20 Wafika uThixo kuBhileham ebusuku, wathi kuye, Ukuba la madoda afike kuwe eza kukubiza, suka uhambe nawo; ke ilizwi endolithetha kuwe, uze wenze lona lodwa.
funda isahluko epheleleyo Inumeri 22
imbono Inumeri 22:20 kwimeko