38 Wathi uBhileham kuBhalaki, Uyabona, ndifikile kuwe; ndinako na ke ngoku ukuthetha into eyiyo? Ilizwi alibekayo uThixo emlonyeni wam, ndiya kuthetha lona.
funda isahluko epheleleyo Inumeri 22
imbono Inumeri 22:38 kwimeko