Inumeri 23:13 XHO75

13 Wathi uBhalaki kuye, Khawuze siye ndaweni yimbi, apho uya kubabona; wobona isiphelo sabo sodwa, ungababoni bonke bephela; undiqalekisêle ke bona apho.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 23

imbono Inumeri 23:13 kwimeko