Inumeri 23:19 XHO75

19 UThixo akamntu ukuba athethe amanga,Akanyana waluntu ukuba azohlwaye.Etshilo nje yena, akayi kwenza na?Ethethile nje, akayi kufeza na?

funda isahluko epheleleyo Inumeri 23

imbono Inumeri 23:19 kwimeko