Inumeri 23:3 XHO75

3 Wathi uBhileham kuBhalaki, Yima wena ngasedinini lakho elinyukayo, ndihambe mna; mhlawumbi uYehova woza kundihlangabeza, nelizwi asukuba endibonisa lona ndokuxelela ke. Waya eluqhayini.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 23

imbono Inumeri 23:3 kwimeko