Inumeri 25:6 XHO75

6 Kwabonakala ke indoda yakoonyana bakaSirayeli, ifika isondeza kubazalwana bayo umMidiyanekazi emehlweni kaMoses, nasemehlweni ebandla lonke loonyana bakaSirayeli, ababelila emnyango wentente yokuhlangana.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 25

imbono Inumeri 25:6 kwimeko