Inumeri 26:25 XHO75

25 Yiyo leyo imizalwane yakwaIsakare, ngokwababalwáyo kubo: amashumi amathandathu anamané amawaka, anamakhulu mathathu.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 26

imbono Inumeri 26:25 kwimeko