Inumeri 26:62 XHO75

62 Ababalwáyo kubo baba ngamashumi omabini anamathathu amawaka, yonke into eyindoda, bethabathela kumntwana onyanga-nye benyusa; kuba bebengabalwanga phakathi koonyana bakaSirayeli; ngokuba bebengenalifa phakathi koonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 26

imbono Inumeri 26:62 kwimeko