Inumeri 26:65 XHO75

65 Ngokuba uYehova ebethe kubo, Mabafele bona entlango kanye. Akwasala namnye ke kubo, ingenguKalebhi unyana kaYefune, noYoshuwa unyana kaNun.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 26

imbono Inumeri 26:65 kwimeko