39 Bonke ke ababalwáyo bakwaLevi, ababalwáyo nguMoses noAron ngokomlomo kaYehova, ngokwemizalwane yabo, yonke into eyindoda, ethabathela kunyana onyanga-nye inyuse: ngamashumi amabini anamabini amawaka.
funda isahluko epheleleyo Inumeri 3
imbono Inumeri 3:39 kwimeko