Inumeri 30:5 XHO75

5 Ukuba uthe uyise wayithiba ngomhla wokuziva kwakhe izibhambathiso zayo zonke, nokuzikhanyeza kwayo, ebophe umphefumlo wayo ngako, akuyi kuma; uYehova woyixolela, ngokuba eyithibile uyise.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 30

imbono Inumeri 30:5 kwimeko