Inumeri 31:30 XHO75

30 Esiqingatheni soonyana bakaSirayeli wothabatha ibe nye, ekhethiweyo emashumini amahlanu kubo abantu, nakuzo iinkomo, nakuwo amaesile, nakuyo impahla emfutshane, nakuwo amaqegu onke, unike abaLevi abagcina isigxina somnquba kaYehova.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 31

imbono Inumeri 31:30 kwimeko