39 Baya oonyana bakaMakire, unyana kaManase, eGiliyadi; bayithimba, bawagqogqa ama-Amori abekuyo.
40 UMoses wamnika elaseGiliyadi uMakire, unyana kaManase, wahlala kulo.
41 UYahire unyana kaManase waya wazithimba iilali zakhona, wathi yiHavoti-yahire.*
42 UNobha waya wayithimba iKenati namagxamesi ayo, wathi igama layo yiNobha.