Inumeri 33:38 XHO75

38 Wenyuka uAron, umbingeleli, waya entabeni yeHore ngokomlomo kaYehova, wafela khona ngomnyaka wamashumi amané wokuphuma koonyana bakaSirayeli ezweni lamaYiputa, ngenyanga yesihlanu, ngolokuqala enyangeni leyo.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 33

imbono Inumeri 33:38 kwimeko