20 esizweni soonyana bakaSimon, nguShemuweli unyana ka-Amihude;
21 esizweni sakwaBhenjamin, nguElidade unyana kaKiselon;
22 esizweni soonyana bakaDan, sisikhulu esinguBhuki unyana kaYogeli;
23 koonyana bakaYosefu, esizweni soonyana bakaManase, sisikhulu esinguHaniyeli, unyana kaEfodi;
24 esizweni soonyana bakaEfrayim, sisikhulu esinguKemuweli, unyana kaShifitan;
25 esizweni soonyana bakaZebhulon, sisikhulu esinguElitsafan, unyana kaParnaki;
26 esizweni soonyana bakaIsakare, sisikhulu esinguPalatiyeli, unyana ka-Azan;