26 esizweni soonyana bakaIsakare, sisikhulu esinguPalatiyeli, unyana ka-Azan;
27 esizweni soonyana baka-Ashere, sisikhulu esinguAhihudi, unyana kaShelomi;
28 esizweni soonyana bakaNafetali, sisikhulu esinguPedayeli, unyana ka-Amihude.
29 Ngabo abo, awabawiselayo umthetho uYehova wokuba bababele ilifa oonyana bakaSirayeli ezweni lakwaKanan.