Inumeri 36:1 XHO75

1 Kwasondela iintloko zezindlu zooyise ngokwemizalwane yoonyana bakaGiliyadi, unyana kaMakire, unyana kaManase, wasemizalwaneni yoonyana bakaYosefu, bathetha phambi koMoses naphambi kwezikhulu, iintloko zezindlu zooyise zoonyana bakaSirayeli,

funda isahluko epheleleyo Inumeri 36

imbono Inumeri 36:1 kwimeko