Inumeri 4:3 XHO75

3 uthabathele kominyaka imashumi mathathu ezelwe, unyuse, use kominyaka imashumi mahlanu ezelwe: labo bonke abeza kuphuma umkhosi, ukuba benze umsebenzi enteteni yokuhlangana.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 4

imbono Inumeri 4:3 kwimeko