Inumeri 8:17 XHO75

17 Ngokuba ngawam onke amazibulo phakathi koonyana bakaSirayeli, ebantwini nasezinkomeni; mini ndawabetha onke amazibulo ezweni laseYiputa, ndawangcwalisela kum.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 8

imbono Inumeri 8:17 kwimeko