Inumeri 9:23 XHO75

23 Ngokomlomo kaYehova bamisa, ngokomlomo kaYehova banduluka. Basigcina isigxina sikaYehova ngokomlomo kaYehova, ngesandla sikaMoses.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 9

imbono Inumeri 9:23 kwimeko